Inguqulelo esesikweni yesiXhosa
(As I Am)
Umculo Namazwi Engoma ka Aodhan King, Melodie Wagner-Mäkinen
no Michael Fatkin
Abatoliki Bengoma Zintle Faltein-Maqubela, Unathi B. Guma, Shelby Mtsamayi
no Siphosethu Mpumza
IVESI 1:
Nd'phila kubabalo apho
Konke kungapha' kweengcingo
Okungand'fanelanga ndikuphiwe
PHAMBI-KWEKHORASI 1:
Konk' endizisola ngako nez'phoso zam
Zishiyw' emnqamlezweni
Kushiyek' uthando lukaBawo
IKHORASI:
(Oh) Nkos' undithatha nje ndinjalo
Uphinda phinda usithi ndingoWakho
Uyak'bona kodwa usand'funa
Uyand'thanda
Uyand'thanda
Ub'bele nenceba zind'khumbuza
Uyand'thanda
Uyand'thanda
‘Ngoko ndinjalo
IVESI 2:
Masibesobabini
Sihlal' etafileni yomthendeleko
(Oh) Sonke siyalingana eb'swen' Bakho
PHAMBI-KWEKHORASI 2:
Ekusuken'kwam kwimvelaph'yam
Ukuziphatha okany' ibala lam
Akhont'inojika uthando l'kaBawo
UMQUKUMBELO:
Oh Nkosi uyathatha
Oh Nkos' undithatha
Ndithathe nje ndinjalo